2 Yookumkani 10:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ngentsasa elandelayo ke uYehu waphuma, wema phambi kwabo bonke abantu, wathi: “Aninatyala; ndim lo oyenzele iyelenqe inkosi yenu, ndayibulala; kambe ke, ngubani lo ubulele aba?

2 Yookumkani 10

2 Yookumkani 10:3-11