2 Yookumkani 10:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ithe ke yakufika loo leta amadoda lawo awathatha onke loo matshawe angamashumi asixhenxe awabulala. Iintloko zawo azifaka ezibhaskitini, azithumela kuYehu eYizereli.

2 Yookumkani 10

2 Yookumkani 10:3-14