2 Yookumkani 10:24 Ibhayibhile (XHO96)

Bangena ke, benza iminikelo namadini atshiswayo. Ngoku ke uYehu wayemise amadoda angamashumi asibhozo ngaphandle, wathi: “Umntu okhe wabayeka baphuncula aba bantu ndininika bona, uya kubuyekeza ngobomi bakhe.”

2 Yookumkani 10

2 Yookumkani 10:15-33