2 Yookumkani 10:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku eSamariya kwakukho amashumi asixhenxe oonyana bendlu ka-Ahabhi. Ke uYehu wabhala iileta, wazithumela eSamariya kumaphakathi aseYizereli, nakumadoda amakhulu, nakubagcini babantwana baka-Ahabhi. Zazisithi:

2 Yookumkani 10

2 Yookumkani 10:1-3