2 Yookumkani 1:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenene ke wafa uAhaziya ngokwelizwi likaNdikhoyo elathethwa nguEliya.Ke kaloku uAhaziya lo wayengenanyana, ngoko ke kwangena uYoram endaweni yakhe waba ngukumkani wakwaSirayeli kunyaka wesibini kaYehoram unyana kaYoshafati ukumkani wakwaJuda.

2 Yookumkani 1

2 Yookumkani 1:9-18