2 Yeziganeko 6:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke kaloku uSolomon wathi: “*UNdikhoyo wayethe uza kuhlala kwilifu elimnyama;

2. ke mna ndikwakhele ipomakazi lendlu, indawo oya kuhlala kuyo kude kube ngonaphakade.”

2 Yeziganeko 6