2 Yeziganeko 34:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. UJosiya waqalisa ukulawula eneminyaka esibhozo, waza walawula eJerusalem iminyaka emashumi mathathu ananye.

2. Ke yena wĂȘnza okuhle emehlweni *kaNdikhoyo, ehamba ekhondweni likayise-mkhulu uDavide, enganxaxhi.

2 Yeziganeko 34