2 Yeziganeko 30:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba nibuyele kuNdikhoyo, abantakwenu nabantwana benu baya kwenzelwa inceba ngabo babathimbileyo, baze ke babuyele kweli lizwe, kuba kaloku uNdikhoyo uThixo wenu unesisa novelwano. Akasayi kunifulathela ukuba nibuyela kuye.”

2 Yeziganeko 30

2 Yeziganeko 30:2-13