2 Yeziganeko 27:9 Ibhayibhile (XHO96)

UYotam ke waya kuphumla kooyise, waza ke wangcwatyelwa kwisixeko sikaDavide. Ke uAhazi unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe.

2 Yeziganeko 27

2 Yeziganeko 27:8-9