2 Yeziganeko 25:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke kwafika indoda yakwaThixo kuye, yathi: “Hayi, kumkani, la mabutho akwaSirayeli sukuwadibanisa namabutho akho, kuba kaloku *uNdikhoyo umchasile uSirayeli naye nabani na ongowakwaEfrayim.

2 Yeziganeko 25

2 Yeziganeko 25:1-12