2 Yeziganeko 25:27-28 Ibhayibhile (XHO96)

27. UAmaziya ke wathi akugwilika ekulandeleni *uNdikhoyo asuka amenzela iyelenqe amawabo eJerusalem, waza ke wabalekela eLakishe. Phofu ke nalapho amthumelela amadoda, aza ambulalela khona.

28. Ke kaloku wathwalwa ngamahashe wabuyiswa, waza wangcwatywa phakathi kooyise kwisixeko sikaJuda.

2 Yeziganeko 25