2 Yeziganeko 24:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ukungena kwakhe ebukhosini uYowashe wayeneminyaka esixhenxe, waza ke walawula eJerusalem iminyaka engamashumi amane. Unina yayinguZibheya intombi yaseBheshebha.

2. Ngalo lonke ixesha lombingeleli uJoyada uYowashe wenza okuhle emehlweni *kaNdikhoyo.

3. UJoyada wamfunela abafazi ababini, waza ke wanoonyana neentombi.

2 Yeziganeko 24