2 Yeziganeko 22:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuwa kuka-Ahaziya ekutyeleleni kwakhe uYoram kwaphuma kuThixo. Akufika uAhaziya wahamba noYoram baya kubonana noYehu unyana kaNimshi owayethanjiswe nguNdikhoyo ukuze atshabalalise indlu ka-Ahabhi.

2 Yeziganeko 22

2 Yeziganeko 22:1-12