1. Ke kaloku uSolomon wazimisela ukwakhela igama *likaNdikhoyo indlu, kunye nelakhe ibhotwe.
2. Wamisa amadoda angamawaka angamashumi asixhenxe ukuze athwale izinto zokwakha, namanye angamashumi asibhozo amawaka awayeza kuqingqa amatye ezindulini phaya, kunye neenduna ezingamawaka amathathu anamakhulu amathandathu.