2 Yeziganeko 16:13-14 Ibhayibhile (XHO96)

13. Ke kaloku kunyaka wamashumi amane ananye wasweleka uAsa, waya kuphumla kooyise.

14. Wangcwatywa kwingcwaba awayezenzele lona kwisixeko sikaDavide. Umzimba wakhe bawusebenza ngobulawu, loo nto beyenza ngobugcisa, bamqhola ngeendidi ngeendidi zeziqholo; baza ke bamzilela ngomlilo omkhulu.

2 Yeziganeko 16