2 Yeziganeko 16:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke uAsa wasuka wakhathazeka yiloo nto yayithethwe yimboni kuye, ngangokuba ade ayibambe ayivalele entolongweni. Kananjalo ke uAsa wasuka ngoku wabangcungcuthekisa ngengcinezelo abanye abantu.

2 Yeziganeko 16

2 Yeziganeko 16:4-12