2 Yeziganeko 11:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Akufika eJerusalem uRehobhowam waqokelela indlu kaJuda nekaBhenjamin – amawaka alikhulu elinamashumi asibhozo ewonke amadoda omkhosi – ukuze alwe noSirayeli alubuyisele ulawulo kuRehobhowam.

2. Kambe ke kwafika eli lizwi *likaNdikhoyo kuShemaya umfo wakwaThixo lisithi:

2 Yeziganeko 11