2 Yeziganeko 10:9 Ibhayibhile (XHO96)

Wabuza kubo wathi: “Nindinika cebiso lini nina? Mandithini ukubaphendula aba bantu bathi: ‘Khawuyenze lula idyokhwe awayibeka phezu kwethu uyihlo’?”

2 Yeziganeko 10

2 Yeziganeko 10:7-13