2 Kwabasetesalonika 1:7 Ibhayibhile (XHO96)

aze kuni nina nitsala nzima, nakuthi, enze kube hele, kube chosi. Loo nto woyenza mhla ifika iNkosi yethu uYesu Krestu, ivela emazulwini, ingqongwe zizithunywa zayo ezinamandla,

2 Kwabasetesalonika 1

2 Kwabasetesalonika 1:4-12