2 Kwabasetesalonika 1:5 Ibhayibhile (XHO96)

Yonke ke loo nto ibonakalisa ukuba uThixo ugweba kakuhle. Kaloku ngenxa yezi nkxwaleko nizithweleyo uThixo uya kunenza nikufanele ukulawulwa nguye.

2 Kwabasetesalonika 1

2 Kwabasetesalonika 1:1-12