2 Kwabasetesalonika 1:11 Ibhayibhile (XHO96)

Yiyo ke le nto ndihlala ndinithandazela. Ndisoloko ndimcela uThixo ukuba anifanelise ubizo lwenu. Wanga anganipha amandla okunqwenela ukwenza okulungileyo, anigqibezelele umsebenzi eniwenze niqhutywa lukholo.

2 Kwabasetesalonika 1

2 Kwabasetesalonika 1:7-12