2 Kwabasekorinte 9:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kungoko ke ndithe la makholwa makabe ehamba kuqala, ukuza kukhangela ukuba senisilungisile na isipho enathembisa ngaso, khon' ukuze ke mna ndifike sesilungile, singumnikelo wenu wesisa, ingekuko kuba ninyanzelwa.

2 Kwabasekorinte 9

2 Kwabasekorinte 9:1-13