2 Kwabasekorinte 9:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ndithumela loo makholwa kuni ngoku, khon' ukuze kungabi ngathi ndandithetha nje xa ndandiqhayisa ngani mayela nalo mcimbi. Njengokuba sendiqhayisile nje ke, bekungakuhle ukuba bafike senilungile.

2 Kwabasekorinte 9

2 Kwabasekorinte 9:1-11