2 Kwabasekorinte 9:12 Ibhayibhile (XHO96)

Le nkonzo niyenzayo kaloku ayanele nje kukuhlangabezana neentswelo zabantu bakaThixo, koko ibanga ukuphuphuma kwemibulelo ebhekiswa kuThixo.

2 Kwabasekorinte 9

2 Kwabasekorinte 9:9-13