2 Kwabasekorinte 8:23 Ibhayibhile (XHO96)

UTito yena ngumlingane endisebenza naye ekuncediseni nina. Amanye ke amakholwa ahamba naye, amele amabandla, eludumo kuKrestu.

2 Kwabasekorinte 8

2 Kwabasekorinte 8:13-14-24