2 Kwabasekorinte 8:2 Ibhayibhile (XHO96)

Balingeke ngokugqithisileyo, iinkathazo zibavela ngapha nangapha; kodwa naxa kunjalo, babenochulumacho olukwangako, baza banikela ngezandla ezingenamkhinkqi, nangona bona ngokwabo beswele.

2 Kwabasekorinte 8

2 Kwabasekorinte 8:1-4