2 Kwabasekorinte 8:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaphezu koko wanyulwa, wamiselwa ngamabandla ukuba ajikeleze kunye nam kweli phulo lothando sidumisa ngalo iNkosi nesiwubonakalisa ngalo umdla wethu wokunceda.

2 Kwabasekorinte 8

2 Kwabasekorinte 8:15-24