2 Kwabasekorinte 8:10 Ibhayibhile (XHO96)

Nalu uluvo lwam kulo mcimbi: kubhetele ukuba niyigqibe ngoku loo nto nayiqala kunyaka ophelileyo. Anibanga ngabokuqala nje ekwenzeni kuphela, kodwa naba ngabokuqala nasekuboniseni ulangazelelo lokwenza.

2 Kwabasekorinte 8

2 Kwabasekorinte 8:9-20