2 Kwabasekorinte 7:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ndakha ndamqhayisela ngani, nani ke anindiphoxanga. Bendisoloko ndithetha inyaniso kuni ngawo onke amaxesha, ngokunjalo ke nokuqhayisa kwam kuTito akubanga bubuxoki.

2 Kwabasekorinte 7

2 Kwabasekorinte 7:13-16