2 Kwabasekorinte 7:12 Ibhayibhile (XHO96)

Naxa ke ndayibhalayo incwadi leyo kwakungengakuba ndandiyibhala ngenxa kabani owonileyo okanye ubani owoniweyo. Injongo yam ekuyibhaleni yayikukuba ndinibonise mhlophe phambi koThixo indlela enizikhathaza ngayo ngam.

2 Kwabasekorinte 7

2 Kwabasekorinte 7:6-16