2 Kwabasekorinte 7:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ithi intlungu yakusetyenziswa nguThixo, izise inguquko esa ekusindisweni; akukho kuzisola ke ngoko. Kodwa intlungu yasehlabathini yona ibanga ukufa.

2 Kwabasekorinte 7

2 Kwabasekorinte 7:5-16