2 Kwabasekorinte 5:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ngale ndlela ke asizami kuzithandekisa kuni, nto nje sinenzela indlela yokuba nikwazi ukuba neqhayiya ngathi, ukuze nikwazi ukubaphendula abo baqhayisa ngembonakalo endaweni yokuqhayisa ngesimilo.

2 Kwabasekorinte 5

2 Kwabasekorinte 5:9-16