2 Kwabasekorinte 5:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba sonke kufuneka sivele phambi koKrestu, asivavanye. Umntu ngamnye uya kufumana loo nto imfaneleyo, nokuba yentle, nokuba yembi, ngokwendlela ebeziphethe ngayo kulo mzimba.

2 Kwabasekorinte 5

2 Kwabasekorinte 5:6-12