2 Kwabasekorinte 4:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kungenxa yale nto ke singethi mandla nje. Kaloku imo yethu entsha isuka ihlaziyeke ngokuhlaziyeka, nokuba imo yethu endala yona iya isonakala ngokonakala.

2 Kwabasekorinte 4

2 Kwabasekorinte 4:13-18