2 Kwabasekorinte 4:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku siyazi ukuba uThixo owayivusayo iNkosi uYesu ekufeni, nathi uya kusivusa kunye noYesu, asise apho akhoyo, kunye nani.

2 Kwabasekorinte 4

2 Kwabasekorinte 4:10-16