2 Kwabasekorinte 13:10 Ibhayibhile (XHO96)

Yiyo le nto ndibhala ngoku ndingekezi apho kuni. Ndenzela ukuba ze ndithi ndakufika apho ndinganiphathi gadalala, ndisebenzisa igunya endalinikwa yiNkosi – igunya lokunakha, ingelilo elokuniwisa.

2 Kwabasekorinte 13

2 Kwabasekorinte 13:4-12