2 Kwabasekorinte 12:6 Ibhayibhile (XHO96)

Phofu ukuba bendingafunayo ukuqhayisa bendingayi kuba ndisisidenge, kuba bendiya kuba ndithetha inyaniso. Kodwa ke andizi kuqhayisa, kuba andifuni kubekho mntu undicingela ngaphezu kwaloo nto ndiyiyo ekwenzeni nasekuthetheni.

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:2-14