2 Kwabasekorinte 12:18 Ibhayibhile (XHO96)

UTito ndamthundeza ukuze anihambele, ekhatshwa ngulaa mwethu ndandimthume kuni. Ningatsho ukuthi uTito waninyusha? Ningathini kaloku nisazi kakuhle nje ukuba yena nam sineenjongo ezinye, siqhuba ngenkqubo enye?

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:11-21