2 Kwabasekorinte 12:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kuqhayisa ke khona, nakuba loo nto ingancedi nje. Ndiza kubalisa ngemibono nangezityhilelo zeNkosi.

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:1-2