2 Kwabasekorinte 11:6 Ibhayibhile (XHO96)

Kungenzeka ukuba andilociko ekuthetheni, kodwa ke ndinalo lona ulwazi. Iye yacaca le nto kuni amaxesha ngamaxesha naphantsi kweemeko ngeemeko.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:2-15