2 Kwabasekorinte 11:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ndaba soloko ndisebenza nzima, ndibulaleka; ndaba soloko ndingalali; ndilamba, ndinxanwa; ndaba soloko ndiswele ukutya okwaneleyo, indawo yokuhlala, nempahla yokunxiba.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:26-33