2 Kwabasekorinte 11:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ndikatswe izihlandlo ezithathu ngamaRoma, futhi ndakha ndaxulutywa ngamatye. Kukathathu ndiqhekekelwa yinqanawa elwandle; ndakha ndachitha ubusuku nemini enzonzobileni yamanzi.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:19-33