2 Kwabasekorinte 11:23 Ibhayibhile (XHO96)

Bazizicaka zikaKrestu na? – Ndivakala njengegeza – Nam ndisiso, nangaphezulu! Ndisebenze nzima ngokungaphezulu, ndivalelwe kaninzi entolongweni, ndikatswe kaninzi, ndilikrobe kaninzi ingcwaba.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:21-26