2 Kwabasekorinte 11:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakhona ndithi makungabikho bani uba ndisisidenge. Kodwa ukuba nithi ndisisidenge, ze nindinyamezele ke njengesidenge, oku kokuba ndifumane ithutyana lokuqhayisa.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:14-26