2 Kwabasekorinte 11:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kuqhubela phambili ndisenza le nto ndiyenzayo, ukuze ndibavalele abo bathunywa babo bangabi nandlela yakuqhayisa, besithi benza kwalo msebenzi ndiwenzayo.

2 Kwabasekorinte 11

2 Kwabasekorinte 11:2-20