2 Kwabasekorinte 10:7 Ibhayibhile (XHO96)

Izinto zijongeni njengokuba zinjalo. Ngaba ukho na apho phakathi kwenu ozimisele ukuba ungokaKrestu yena? Lowo ke makazikise ukucinga, kuba nathi singabakaKrestu kwanjengaye.

2 Kwabasekorinte 10

2 Kwabasekorinte 10:1-10