2 Kwabasekorinte 10:5 Ibhayibhile (XHO96)

sidiliza ngazo yonke imiqobo yamabhongo achasa ukuba abantu bamazi uThixo; sithimba zonke iingcamango, sizenze zithobele uKrestu.

2 Kwabasekorinte 10

2 Kwabasekorinte 10:1-10