2 Kwabasekorinte 10:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kamva ke ndoba nako ukuzishumayela iindaba ezimnandi kumazwe angaphaya kwenu, ukuze ndingaqhayisi ngomsebenzi osewenziwe kwimida yomnye umntu.

2 Kwabasekorinte 10

2 Kwabasekorinte 10:9-18