2 Kwabasekorinte 10:13 Ibhayibhile (XHO96)

Okwethu ke ukuqhayisa kuphantsi kwemida ethile. Akudluli kwimida yokusebenza esiyimiselwe nguThixo, ebandakanya nokusebenza kwethu phakathi kwenu.

2 Kwabasekorinte 10

2 Kwabasekorinte 10:10-14