2 Kwabasekorinte 1:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ithemba lethu ngani aligungqi, kuba siyazi ukuba njengoko nidlelana nathi nje ngeembandezelo, nikwadlelana nathi nangothuthuzelo esilufumana kuThixo.

2 Kwabasekorinte 1

2 Kwabasekorinte 1:1-11